notícias musicais

top 13 artistas

top 13 musicas

Confira a Letra Ma' Cheri

Freshlyground

Ma' Cheri

Ndiyowafumana ph' amagama anokuxelela
Sthandwa ukuba ndikuthanda kanjani?
Nadaya phesheya kolwandle
Azange ndamfumana okhanya njengelanga lakho
Ndak 'thulel' intyatyambo
Hayi!
Oluhambo alusapheli my dali
Ndakwenzel' izibele
Manje ukhatele sewukholiwe my baby?
Ndikuthanda njengobisi
Ndikuthanda nje ngelizwi
Ndikuthanda nje ngothando lwakho
Ndiyakuthanda xa umdala
Ndicel undiph' utando lwakho
Ma'cheri my cheroe
Sabhek etown mna nomababy
Ulovie bamthanda kanjani
Bamqab ibhotolo, bamtyisa irolo
Hayi!
Uyakhany umababy
Ma'cheri my cherie
Sath' ukubuyel ekhaya phofu nawe uyazi
Uthando aluphelelanga enqondweni
Undithembile udali
Akanasiyali
Xana singen embedweni

Tracker