notícias musicais

top 13 artistas

top 13 musicas

Confira a Letra Nontsikelelo

Lloyiso

Nontsikelelo

Hlala nam nzwakazi
Ngoba ndiya kuxhaka
Impilo yami ngaphahle kwakho
Aiphelelanga

Ndinika wena isanhla sami
Sibambe njalo sukuyeka
Noba amandla asewekhona
Andiphelelanga

Ndibuya
Mamela
Iphutha lami kukushiya wena
Bambelela ngothando

Ngoba nam ngiyakuthanda
Iphutha lami kukushiya wena
Nontsikelelo ndiya buya
Nontsikelelo ndifuna wena

Andilali ebusuku ndicinga ngawe
Nontsikelelo ndiya buya
The many time i just can get hold of you
I know you're thinking

Slowly replaying the time that we had
Noba ungahamba noba ungangishiya
Inhliziyo yam ifuna wena

Tracker